PETEZ Mixed Farm

PETEZ Mixed Farm Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from PETEZ Mixed Farm, Farmers market, Old Payne location, Umtata.

24/06/2026

Fertile eggs all the way. 💯

Kusetyenziwe, if uyakwazi ukondla kakuhle after 8 month zobe uyibona into ubuyenza. 🐖🐖🐖🐽🐽✊️🔥💯
22/06/2026

Kusetyenziwe, if uyakwazi ukondla kakuhle after 8 month zobe uyibona into ubuyenza. 🐖🐖🐖🐽🐽✊️🔥💯

17/06/2026

Kukhona okuzayo 4 weeks 2 days, sisahamba kakuhle. 🔥🔥🔥💯💯

15/06/2026

Feed always do better abadlezana sebefuna ukwelwa ziNkhunzi, Imazi aziwabaleki amatakana. 💯💯🔥🔥💯

Zimithi zonke ngok sesilinde dates qha ngok, kuzokwaziwana. 💯💯🔥
10/06/2026

Zimithi zonke ngok sesilinde dates qha ngok, kuzokwaziwana. 💯💯🔥

08/06/2026

White Broilers we are on 3 weeks now, so next Month on the 15 siyaqhuba.💯💯🔥🔥💯

03/06/2026

3 weeks is Ready at R40
073 525 6992

01/06/2026

Amanzi yimpilo, ikhala singalilibali, ngalo lonke ixesha. 💯💯🔥🔥✊️

Ibivumile le weekend ekhayeni, sisebenze kakuhle kakhulu.
01/06/2026

Ibivumile le weekend ekhayeni, sisebenze kakuhle kakhulu.

The final stage, it's not easy but we have to be Strong, kode kukunge. ✊️✊️💯🔥🔥
29/05/2026

The final stage, it's not easy but we have to be Strong, kode kukunge. ✊️✊️💯🔥🔥

Address

Old Payne Location
Umtata
5099

Telephone

+27735256992

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when PETEZ Mixed Farm posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to PETEZ Mixed Farm:

Share

Category