27/02/2023
Molweni bakiti uqala ngomso , nzanilwela ukuba uyalhlwa ngumntu wakho funeka yovula case police station , izoya court imana imiswa ke case ,. Ubambela kuba ufuna isizathu kutheni ekulahla okunye ke lomzuzu icase isaxoxwayo lanto bana bekulahla ayisebenzi . Tot kugqitywe ityala okunye nalomntu bekulahlela yena uzokhe ume lonomgogwana wabo . Ukulwa ke koku ndizohamba ngenyawo kuqala ndisukapha MaKhAnda ndiye Monti ngenyawo , ndisuke phaya ndiye Cawa, ndibuyelepha Rhini emvenini koko nzanixelela xa ndibundiyile ndizothini Veri .